Ukuba wenzakele ngokumasikizi kwingozi yendlela eMzantsi Afrika, unganako ukufaka ibango lembuyekezo kwi-Road Accident Fund (RAF).
Ungafaka ibango kwi-RAF ukuba:
Asingobaqhubi nabakhweli bemoto nabelori kuphela abamele bafake ibango. Ungafaka ibango naxa wenzakele njengomhambi ndleleni, ungumqhubi okanye umkhweli kwisithuthuthu.
Ukuze ube semathubeni okufaka ibango uphumelele, qhagamshelana nathi ngokucofa u-contact us eDSC Attorneys – sisebenza ngokukhethekileyo ngamabango e-RAF, kwaye iingcungela zethu zamagqwetha zisebenza ngento ethi “no win, no fee”.
I-RAF ingakunika imbuyekezo, ukuya kuthi xhaxhe kwimida ethile ebekiweyo, ngezi zinto:
Phawula ukuba i-RAF ibonelela ngembuyekezo kuphela ukuba kukho umenzakalo omasikizi. Imizekelo yezi ngozi zezo zibangela ukuba ukukhubazeka okunzulu emzimbeni, ukulahlekelwa kukusebenza komzimba okanye ukuphulukana nemveku engekazalwa.
I-RAF ayiboneleli ngembuyekezo kwiingozi ezingekho nzulu (ngaphandle kweendleko zonyango kunye nokulahlekelwa yingeniso ngexesha ubungekho emsebenzini), okanye ngomonakalo kwizinto zakho okanye izithuthi.
Umele ufake ibango le-RAF phakathi kwiminyaka emithathu yomhla wengozi, ukuba umntu owenze ityala uyaziwa.
Xa kwenzeka ingozi yokutshayiswa aze low ukutshayisileyo abaleke, umele ufake ibango lakho phakathi kwiminyaka emibini yomhla wengozi.
Eyona ndlela ingcono yokufumana ukuhlawulwa okungenakhethe, okusengqiqweni ngokufike ngexesha kwi-RAF kukusebenzisa iinkonzo zegqwetha elinamava, elingakwazi ukwenza uthethathethwano ne-RAF egameni lakho.
Ukongezelela, i-DSC Attorneys axhasa ilungelo lomntu ngamnye oncedwa lokuba afumane ubulungisa ngokuthi unikwe uthethathethwano lwasimahla lokuqala, ngokusebenza ngento ethi “no win, no fee”.

Sibulelo Jafta: Candidate Legal Practitioner
Carin Paulse: Secretary
Tonél Rautenbach: Secretary
Carmen Cornelius: Administrative Assistant.
Loveness Boishelo: Candidate Legal Practitioner
Sherilee Edwards: Legal Practitioner
Emmie Reyneke: Secretary
Jasmina Solomon: Secretary
Carmen Cornelius: Administrative Assistant
Hayley Peters: Secretary
Aphelele Mabanga: Legal Practitioner
Holly Wynne: Legal Practitioner
Yvette Koffeman: Secretary
Cecilia Qashani: Administrative Assistant
Nuraan Andrade: Secretary
Fay Marquard: Secretary
Lauren Blankenberg: Candidate Legal Practitioner
Pamela Qoboka: Administrative Assistant
Cecilia Qashani: Administrative Assistant
Layla Majiet: Candidate Legal Practitioner
Barry van Wyk: Associate
Deirdré Conradie: Secretary
Moira van Wyk: Secretary
Franco Rheeder: Candidate Legal Practitioner
Annelize Hattingh: Secretary
Matthew Baros-Steyl: Legal Practitioner
Carmen Cornelius: Administrative Assistant
Lauren Barnardo: Secretary
Ubaid Solomon: Administrative Assistant
Tshepo Ramokgopa: Candidate Legal Practitioner
Monique Wagner: Secretary
Ubaid Solomon: Administrative Assistant
Christi Barkema: Candidate Legal Practitioner
Esmé Carolissen: Secretary
Shaiema Ganief: Assistant Bookkeeper